WAMKELEKILE KWESI
SICUKU SEVENKILE!

WAMKELEKILE KWESI
SICUKU SEVENKILE!

iCoronavayirasi (i-COVID-19) | Ukufumana ezinye iinkcukacha: sacoronavirus.co.za

Embindini wedolophu yaseQonce, eli thala levenkile likuphathela intlobo ngeentlobo zendawo zokuthenga ezi kwizinga eliphezulu, ezinayo nayiphi na into onokuyifuna – ingaba yigrosari, impahla yokunxiba, impahla yasendlini njalo, njalo. Sinalo noluhlu lwendawo zokutyela, iirestyu neecoffee shop ongazikhethela kuzo, into eyenza ukuba lemoli ibe yeyona ndawo unganqwenela ukuyityelela!

AMAXESHA ORHWEBO

NgoMvulo – Lwesihlanu: 09h00 – 18h00
NgoMgqibelo: 09h00 – 15h00
NgeCawa: 09h00 – 14h00

Ivenkile ezinkulu zivula yonke imihla ngo-8h00

MALUNGA NATHI

Embindini wedolophu yaseQonce, eli thala levenkile likuphathela intlobo ngeentlobo zendawo zokuthenga ezi kwizinga eliphezulu, ezinayo nayiphi na into onokuyifuna – ingaba yigrosari, impahla yokunxiba, impahla yasendlini njalo, njalo. Sinalo noluhlu lwendawo zokutyela, iirestyu neecoffee shop ongazikhethela kuzo, into eyenza ukuba lemoli ibe yeyona ndawo unganqwenela ukuyityelela!

UQHAGAMSHELWANO:
043 642 3631 | themallkwt@eris.co.za
Ekoneni ye Smith & Cross Street, eQonce
X
wpChatIcon