MALUNGA NATHI
MALUNGA NATHI
Le yimoli yalemihla, entsha ntsha, esekoneni yesitalato iSmith and Cross, eQonce. Sinevenkile ezingaphezu ko-80, ungaqiniseka ukuba uza kuyifumana lento uyikahangelayo.

Ilula yaye ikhuselekile, lemoli yeyona ndawo ifanekileyo, apho unokwazi uzokutya isidlo sakusasa, emini nesa sebusuku.
Abathengi bangapaka simahla eBerkleigh Street, Engineer’s Terrace, okanye kwi Basement Entrance.
Lemoli ixhaswa nguCheckers noGame, ivula iveki yonke kwaye ilula kwabo bakhwelayo. Kukho nerenke yeteksi kwalapha kuyo edibana nale kaMaspalathi.
Sithembisa ukuba siyindawo yokuthenga ekhuselekileyo, egadwe mihla nosuku iyure eziyi-24. Kukho neCCTV esingqonge ilmoli yonke kwakunye nendawo zokupaka iimoto.
Amaxesha orhwebo:
NgoMvulo – Lwesihlanu: 09h00 – 18h00
NgoMgqibelo: 09h00 – 15h00
NgeCawa: 09h00 – 14h00
Ivenkile ezinkulu zivula yonke imihla ngo-8h00