FOOTGEAR

FOOTGEAR

IMPAHLA, ISIHLANGU NEZONGEZELO

UFootgear likhaya lamagama anefuthe kwezezihlangu kwakunye namaxabiso ancomekayo. Fumana konke okufunayo  – iiteki, iibhutsi okanye imbadada zamadoda, amabhinqa nezabantwana apha kwaFootgear.

Uqhagamshelwano:
071 799 4205
www.footgear.co.za

Amaxesha orhwebo:
NgoMvulo – Lwesihlanu: 09h00 – 18h00
NgoMgqibelo: 09h00 – 15h00
NgeCawa: 09h00 – 14h00

UQHAGAMSHELWANO:
043 642 3631 | themallkwt@eris.co.za
Ekoneni ye Smith & Cross Street, eQonce
wpChatIcon